IsiXhosa Language


How to greet and introduce yourself in IsiXhosa

Welcome! Wamkelekile
Hi Molo
Good Morning Kusile
Good Afternoon Kusemini maqanda
Good Evening 1) Kuhlwile
2) Kurhatyele
Good Night Ulale kakuhle
See you
Goodbye
--
See you later
Ndizokubona
Kamnandi
--
Ndizokubona ngorhatya
See you tomorrow Ndizokubona kusasa
Have a nice day 1) Ubenosuku oluhle
2) Ubenosuku olumyoli
Have a nice trip Ubenohambo oluhle

So how can you introduce yourself?

What is your name? Ungubani igama lakho?
My name is ____ Igama lam ndingu ____
Where are you from? Usukaphi?
I am from ____ Ndisuka ____
Nice to meet you 1) Kuhle ukubona
2) Kuhle ukudibana nawe
How old are you? Uneminyaka emingaphi?
I am ____ years old Ndina ____ yeminyaka ubudala

How to check if someone is okay

How are you?
--
Whats up?
--
You good?
Unjani?
--
Kuqhubeka ntoni?
--
uziva njani?
I'm good
--
We are good
Ndiphilile
--
Siphilile
I'm great Ndingumqemani
I'm so so Ndibu
I'm not so good Andikho kakuhle kwaphela
I could be better Akhange ndizive ngcono
I'm annoyed Ndikruqukile
I'm tired Ndidiniwe
I'm hungry Ndilambile
I'm sick Ndiyagula
I'm a bit sick 1) Ndibu kula
2) Ndibu bambeka
Did you sleep well? Ulale kahle?
I slept well 1) Ndilale kakuhle
2) Ndilale kamnandi
I didnt sleep well Akhange ndilale kakuhle
What are your plans for today? Zithinini intlelo zakho zanamhlanje?
I do not have any important plans for today Andinazo kwaphela intlelo ezibalilekileyo namhlanje
What are you doing at the moment? Yintoni oyenzayo okwangoku?
What did you do today? 1) Wenzeni namhlanje?
2) Yintoni othe wayenza namhlanje?
What will you do? Uzokwenzani?
I did not do many things Andenzanga zinto zinintsi
I am not doing anything Andenzi kwanto
I am working Ngiyasebenza
I worked Ndisebenzile
I am resting Ndiphumlile
I was resting Bendiphumlile
I am busy Ndixakekile
I will be busy Ndizoxakeka
I was busy Bendixakekile

Learn IsiXhosa

------
African Languages on Mofeko

West Africa


- Ìgbò
- Wolof
- Yorùbá

East Africa


- Chichewa (Nyanja)
- Kinyarwanda (Ikinyarwanda)
- Kiswahili

Central Africa


- Chokwe (Wuchokwe)
- Ibinda (Fiote)
- Kikongo
- Lingala
- Tshiluba

Southern Africa


- Malagasy
- Naro (Senaro)
- Nyaneka-Humbi
- Sekaukau
- Setswana (Tswana)
- Shona (chiShona)
- Umbundu (South Mbundu)
- IsiXhosa (Xhosa)
- IsiZulu (Zulu)